I-Republic - Wikipedia
Jump to content
Livela
I-republic
(from
iThemplethi:Lang-la
) luhlobo
luhlobo lukarhulumente
okanye lwesizwe
apho ulawulo lusezandleni lwabo bantu bonyuliweyo ukuze babengabameli babantu belo lizwe.
neenkokheli zikarhulumente zisebenzisa amandla azo ngoko
mthetho olawulayo
. kule mihla siphila kuyo, igama elithi republic lisetyenziselwa ukubhekisa kurhulumente kuphela, loo nto yenze okokuba eli gama libe liyikhuphela ngaphandle ulawulo lwe
zikumkani
Kungoku nje, lungama-147 uludwe lwamazwe alolu hlobo phakathi kw
amazwe azimeleyo angama-206
kwihlabathi jikelele asebenzisa igama elithi "republic" njengenxalenye yamagama awo aseburhulumenteni; akungawo onke laa mazwe akwi-republic ngokubanorhulumente wonyulo, kungengawo onke amazwe asebenzisa urhulumente wonyulo asebenzisa igama elithi
republic
kumagama awo.
iThemplethi:Cite encyclopedia
iThemplethi:Citation
uthathwe kwi-
I-Republic
Faka isihloko